Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUNIKEZELA INGXELO NGOLWAPHULO-MTHETHO
Iinombolo Zoqhagamshelwano Ezibalulekileyo (IiNkcukacha Zoluntu)
Olu ke luluhlu lweenombolo eziluncedo nezibalulekileyo onokuzigcina ecaleni komnxeba ukwenzela amaxesha kaxakeka. Unakho kanti nokwangeza iinombolo zakho ezibalulekileyo.  > 
Ukucela Uncedo Olungxamisekileyo (IiNkonzo)
Okwangoku, akukabikho nombolo inye yexesha likaxakeka eMzantsi Afrika. Ngoko ke kufuneka utsalele uthotho lweenombolo ezahlukeneyo xa ufuna iinkonzo ezahlukeneyo zikarhulumente zamaxesha kaxakeka, ngaphandle kokuba ke ukwingingqi yenqila yeSixeko saseKapa, esele inayo inombolo yayo enye yamaxesha kaxakeka engu-107.  > 
Ukunikezela Ngengxelo yoLwaphulo-mthetho (IiNkonzo)
Ukunikezela ngengxelo yolwaphulo-mthetho osele lwenzekile, kufuneka ufowunele okanye uye kwisikhululo samapolisa esikufutshane nawe. Ukunikezela ngengxelo yodlwengulo okanye ukuphathwa gadalala komntwana kukho izinto ezizodwa ezithi ziqwalaselwe nezisetyenziswayo. Kwixesha likaxakeka kufuneka utsalele umnxeba kule nombolo yexesha likaxakeka yamapolisa engu: 10111 okanye 112.  > 
Ukukhuselwa Kubundlobongela Basekhaya (IiNkonzo)
Ukuba ulixhoba lobundlobongela basekhaya kwaye umntu okuphatha gadalalangumntu owalamene naye ngokwasekhaya, ungenza isicelo somyalelo wokhuseleko phantsi komthetho obizwa ngokuba yi-Domestic Violence Act. Umyalelo wokhuseleko uneemeko ezithile ezimisa ukuba lo mntu okuphatha gadalala angazenzi. Ukuba lo mntu ukuphatha gadalala uthe akazithobela ezi meko, angabanjwa.  > 
Ukunikezela Ngengxelo Yodlwengulo (IiNkonzo)
Ukuba uthe wadlwengulwa okanye wenzakaliswa ngokwesondo, ungagqithisa ingxelo malunga noku emapoliseni. Kukuzithandela kwakho ukuba uyigqithise le ngxelo nokuba ungayigqithisi emapoliseni kodwa ukuba awuyinikezeli, ityala lakho alisayi kuphandwa okanye kufakwe simangalo. Amapolisa awavumelekanga ukuba angavumi ukuphanda ityala lakho, kodwa ukuba awuyigqithisanga ingxelo, ityala lakho alisayi kuphandwa ...  > 
Reporting a Missing Person (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
If someone close to you is missing, you should report it to the police. You do not need to wait for 24 hours - you can report it as soon as you know they are missing.  > 
Reporting Abuse of the Aged (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Abuse or neglect of an aged person should be reported to a social worker. Abuse can be physical, emotional, sexual, financial, or simply involve neglect. In other words, abuse may include looking after an aged person in a way likely to hurt the aged person ...  > 
Reporting Child Abuse, Neglect, Labour or Exploitation (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
What is child abuse? What is child neglect? What is child labour? What is child exploitation? Where can I report child abuse, neglect, labour or exploitation? What will happen to the child then? What should I do if I report the case and nothing happens? ...  > 
No Excuse for Abuse (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 81 KB)
This brochure contains information on rape, sexual assault, domestic violence and how to get help.  > 
Ukunikezela Ingxelo Ngobuqhetseba Norhwaphilizo (IiNkonzo)
Kukho intlaninge yamaziko kwilizwe lonke nakumaphondo, maziko lawo ajongana nobuqhetseba norhwaphilizo kurhulumente. Iziko ngalinye kula lijongana neentlobo ezithile zamatyala ...  > 
Izikhululo Zamapolisa (IBakala Lezxhobo)
Iziko Elitsalelwa Iminxeba Lezikolo Ezikhuselekileyo (IiNkonzo)
I-WCED ivule iZiko Elitsalelwa Iminxeba Lezikolo Ezikhuselekileyo njengengxenye yeNkqubo Yezikolo Ezikhuselekileyo.  > 
iZiko Lonxibelelwano Olukhawulezileyo Noluntu lweSixeko saseKapa (IiNkonzo)
iSixeko saseKapa sinikezela ngenombolo enye yeenkonzo ezingxamisekileyo engahlawulelwayo kubantu abahlala kule ngingqi.  > 
Draft Victims Charter (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 95 KB)
This proposed Charter lists the rights of victims during the criminal justice process and sets out how victims can exercise these rights in practice  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 22 uAgasti 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo