Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMIPU
Ukufumana iPhepha-mvume loMpu (IiNkonzo)
Umthetho Omtsha Wemipu Ozakuqala Ukusebenza Ngomhla Wokuqala kweyeKhala ku-2004, Senziwa Njani Isicelo Sephepha-mvume? Iphepha-mvume Lisebenza Ixesha Elingakanani? Mingaphi Imipu Umntu Anokuba Nayo? Kwenzeka Ntoni Xa Sendinalo Iphepha-mvume? Luyintoni Na Uxanduva Lwam Xa Ndinompu okanye Ndifuna Ukuba Nompu? , Ulwazi Oluthe Vetshe ...  > 
Firearms Control Forms (IFomu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
All forms relating to firearms control can be downloaded in English and Afrikaans from the SAPS website.  > 
Ukohluthwa koMpu (IiNkonzo)
INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) ingawohlutha umpu phantsi kweemeko ezithile:Ukuba umntu othile unompu ngaphandle kwephepha-mvume, i-SAPS ingawohlutha ze ifake isimangalo solwaphulo-mthetho ngaloo mntu. Ukuba umntu othile unephepha-mvume lompu kodwa uthi enze ingozi, i-SAPS ingamenza athatyathwe njengalowo ungafanelwanga kukuba nampu. Umntu obanjelwe amatyala athile kucingwa ukuba ...  > 
Firearms Control Act, 60 of 2000 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 169 KB)
No. 60 of 2000
Isebe Lezobulungisa Nophuhliso loMgaqo-siseko (The Government of South Africa)
This Act regulates the possession of arms and ammunition and introduces stricter controls over the licensing of firearms.  > 
Regulations Applicable to Firearms Legislation (UMmiselo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 75 KB)
30 uJuni 2003
When it comes to firearms, the devil is in the details. Read all the regulations applicable to firearm ownership.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo