Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IINKUNDLA & NEENKONZO ZOMTHETHO
Who are Probation Officers? (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This short article explains the role of probation officers in the criminal justice system.  > 
iiNkundla Ezijongene Nokulingana (IiNkonzo)
Iinkundla Zokulingana zenzelwe ukujongana nemiba ephantsi komthetho iPromotion of Equality and Prevention of Unfair Discrimination Act 4 ka-2000, mthetho lowo ukwaziwa njenge-Equality Act.  > 
INkundla kaMantyi (IBakala Lezxhobo)
Iinkundla zoMzantsi Afrika (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba usabhidekile ngumcimbi weenkundla zoMzantsi Afrika? Olu xwebhu ke lucacisa ubume beenkundla zoMzantsi Afrika, yaye luneenkcukacha zoqhagamshelwano zeenkundla ndawonye namakhonkco akuqhagamshela kwizigqibo zazo ezifumaneka kwi-internet.  > 
Ukufumana Uncedo Lwezomthetho (IiNkonzo)
Ukuba awunako ukuhlawula igqwetha, ungafumana uncedo lwezomthetho (uncedo ngezemali kwimirhumo yamagqwetha). Kuya kufuneka uphumelele uvavanyo olubizwa ngokuba yi-'means test', oko kukuthi, kufuneka ubonise ukuba urhola imali ngenyanga engaphantsi kwexabiso elimiswe yiBhodi yoNcedo lwaseMthethweni. Eli xabiso liyatshintsha xa ungatshatanga okanye utshatile kwaye likwatshintsha ngokuhamba kwamaxesha. Kufuneka ...  > 
Ii-Ofisi Zoncedo lwezoMthetho (IBakala Lezxhobo)
Ukufumana Ukukhuselwa Njengengqina (IiNkonzo)
Ukuba ulingqina yaye woyikisela ukhuseleko lwakho ngezizathu zokuba lingqina, ungazifakela isicelo sokukhuselwa njengengqina. Ungoyikisela ukhuseleko lwakho okanye olwakhe nabani na osenyongweni kuwe. Ungoyika umntu omnye okanye iqela labantu.  > 
Small Claims Court: Institute Your Own Claim (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 99 KB)
This detailed brochure sets out what you need to do to institute a claim in the Small Claims Court. It also contains information on the court procedures.  > 
Busi Goes to Court (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 741 KB)
This colour-in story explains what a child can expect if they are required to go to court as a witness or complainant.  > 
Ukufumana Umyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Bobabini abazali banoxanduva olusemthethweni lokuxhasa umntwana.  > 
Ukunyanzelisa Ukuthotyelwa Komyalelo Wenkxaso-mali Yesondlo Somntwana (IiNkonzo)
Ukuba inkundla iyalele umzali ukuba ahlawule inkxaso-mali yesondlo somntwana, kululwaphulo-mthetho ukungahlawuli.  > 
Labour Courts Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains judgements from the labour court from 1998 to 2001.  > 
Constitutional Court Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This court hears all matters concerning human rights or the constitution. The site contains information on upcoming cases as well as the judgements from previous cases. There are also details on the rules of the court and the Constitutional Court judges.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 20 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo