Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUBUYISELA KWIMEKO YESIQHELO
Iinkonzo Zokunyangela Ukubuyela Kwimo Yesiqhelo (IiNkonzo)
Abantu abakhulu nabantwana abakhubazeke ngokomzimba, bangancediswa ukuba bahlale bekwimo yomzimba, yovakalelo, yobukrelekrele, yengqondo nezentlalo entle nesemgangathweni.  > 
Amacebo Okunceda Izigulane (IiNkonzo)
Le nkonzo ijolise ekuboneleleni, ekuyaleleni, ekulungiseni nasekusetyenzisweni kutsha kwezixhobo zokuncedisana nabagulayo, zixhobo ezo zifana nezitulo ezinamavili, izixhobo zokuhamba kunye nezixhobo zokuncedisana nabangevayo, abazifunayo ezo zixhobo.  > 
Iinkonzo zokufakela amalungu angozenzele (Prosthetic and Orthotic) (IiNkonzo)
Intshona Koloni iyonke incedwa liziko elinye lofakelo lwamalungu anguzenzele (Prosthetic and Orthetic Centre) neliphaya ePinelands kwiSixeko saseKapa.  > 
Iinkonzo Zokuva Nokuthetha (IiNkonzo)
Uninzi lweengxaki zokukhubazeka, kubandakanywa iingxaki zokuthetha nokuva zibonakala xa iintsana nabaqingqayo behlolwa njalo ngexesha lokukhula kwabo kwiikliniki zonyango. Ukuba ikho imfuneko umntwana lowo uya kuthunyelwa kwikliniki esebenza ngeengxaki ezizodwa. Kwangaxeshanye umntwana lowo uya kuthunyelwa kwingcisa lezokubuyisela kwimo yesiqhelo umz. igcali yezifo zasemsebenzini, kwinqanaba lokuqala lonyango ...  > 
Crisis Intervention: Life Line (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Lifeline provide 24-hour crisis intervention. They provide free, confidential telephone counselling for rape, trauma, Aids and other situations. They also give workshops, and have drop-in centres at some of their offices. For help, call 0861 322 322.  > 
Halt Elder Abuse National Helpline (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The helpline provides crisis counselling for elderly people who have been abused, and advice and support for people wanting to support elderly people who are in need of help. The national help line is linked to response units in case of emergencies. If necessary, cases are referred to social service departments throughout South Africa. Call 0800 0030 81 for help, or email elderabuse@mweb.co.za.  > 
Help for Families of Alcoholics: Al-Anon (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
For families and friends of problem drinkers, with a special section (Alateen) for children of alchoholics, as well as for adult children of alcoholics. You can contact them on tel 021 592 3970, or email alanongso@iafrica.com.  > 
Help in Rape Cases: Rape Crisis (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Rape crisis provides telephonic counselling 24 hours a day. They also assist with court preparation and support groups.  > 
Help for drug addicts: Narcotics Anonymous (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Narcotics Anonymous is a non-profit organisation of recovering addicts who meet regularly to help each other stay clean. They can be contacted on tel 0881 30 03 27.  > 
Help for Abused Women: Stop Women Abuse Helpline (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Helpline provides crisis counselling for women who have been raped or abused, advice and support for people wanting to support women in need of help, and advice on legal and other options available for abused women and rape survivors. The service is managed by Life Line. For help, call 0800 150 150  > 
Help with Alcoholism: Alcoholics Anonymous (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Alcoholics Anonymous is there to help people with drinking problems. There are no dues or fees for AA membership, and the organisation is not allied with any sect, denomination, politics, organisation, or institution.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMatshi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo