Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMPILO YASEMSEBENZINI
Iinkonzo Zempilo Yasemsebenzini (IiNkonzo)
Xa kuthethwa ngempilo yasemsebenzini kuthethwa ngempilo nokhuseleko lwabasebenzi. Injongo yeenkonzo ezijongene nempilo yasemsebenzini kukuphakamisa umgangatho wezempilo, ukhuseleko nokwaneliseka kwiindawo ekusetyenzwa kuzo nokukhuthaza ubukho babasebenzi abampilo intle, abakhutheleyo nabavelisa kangangoko. Nangona kunjalo, zikho iindawo ekusetyenzwa kuzo ezingakhuselekanga nezichaphazela impilo yabasebenzi.  > 
Ukunikezela Ingxelo Ngendawo Yokusebenzela Enobungozi (IiNkonzo)
Umthetho I-Occupational Health and Safety Act unika abasebenzi ilungelo lokusebenzela kwindawo esempilweni nekhuselekileyo. Lo mthetho uyala abaphathi ukuba babeke abameli bezokhuseleko kunye neekomiti zokhuseleko kwiindawo zokubenzela. Ukwalawula nezinto ezifana nezindlu zangasese, amagumbi okutshintshela, izixhobo zoncedo lokuqala, amanzi okusela, iindawo zokuhlambela, impahla yokhuseleko, oomatshini, ...  > 
Ukufaka Ibango Lembuyekezo Ngokonzakala okanye Izigulo Ozifumene Emsebenzini (IiNkonzo)
Abasebenzi abonzakele okanye abathe bahlaselwa sisifo ngenxa omsebenzi wabo banakho ukufaka ibango lemali esuka kwiNgxowa-mali Yembuyekezo. Iintsapho zabo nazo zinakho ukufaka amabango ukuba umntu obebonelela ngenkxaso nokuphila kwamalungu azo uthe wasutywa kukufa ngenxa yesifo okanye ukonzakala akufumene emsebenzini.Ngubani onokufaka ibango? Ngubani onokufaka imali kule Ngxowa-mali? ...  > 
Department of Labour: Compensation for Occupational Injuries and Diseases (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains detailed information on claiming compensation for occupational injuries and diseases, including guides explaining how compensation works, forms that need to be completed, current medical tariffs and applicable legislation.  > 
A Guide On How To Create A Smoke-Free Workplace (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This guideline provides advice on how to create a smoke-free work environment and why this is desirable.  > 
Iinkcukacha Ngokuqulunqa Imigaqo-nkqubo Neenkqubo-maqhinga Zokulwa Intsholongwane kaGawulayo/uGawulayo Emisebenzini (IiNkonzo)
Intsholongwane kaGawulayo/uGawulayo anganobungozi kumandla okuvelisa, ingenso kwakunye nentlalo-ntle yabaqeshwa neentsapho zabo. Imigaqo-nkqubo yentsholongwane kaGawulayo/kaGawulayo Emisebenzini kwakunye neenkqubo zingadlala indima ebalulekileyo ekuphamiseni ubulumko ngentsholongwane kaGawulayo, ukuthintela ukosuleleka yile ntsholongwane kwanokunonophela abantu abaphila kwanale ntsholongwane. Imigaqo-nkqubo Yokujongana Nentsholongwane kaGawulayo/noGawulayo Emisebenzini , Iinkqubo Zokujongana Nentsholongwane kaGawulayo/noGawulayo ...  > 
Department of Labour: Occupational Health and Safety (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains detailed information on Occupational Health and Safety including the relevant Acts, Forms and Guidelines.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uNovemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo