Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
EZEMPILO YASEMSEBENZINI
Ukufaka Ibango Lembuyekezo Ngokonzakala okanye Izigulo Ozifumene Emsebenzini (IiNkonzo)
Abasebenzi abonzakele okanye abathe bahlaselwa sisifo ngenxa omsebenzi wabo banakho ukufaka ibango lemali esuka kwiNgxowa-mali Yembuyekezo. Iintsapho zabo nazo zinakho ukufaka amabango ukuba umntu obebonelela ngenkxaso nokuphila kwamalungu azo uthe wasutywa kukufa ngenxa yesifo okanye ukonzakala akufumene emsebenzini.Ngubani onokufaka ibango? Ngubani onokufaka imali kule Ngxowa-mali? ...  > 
Ukunikezela Ingxelo Ngendawo Yokusebenzela Enobungozi (IiNkonzo)
Umthetho I-Occupational Health and Safety Act unika abasebenzi ilungelo lokusebenzela kwindawo esempilweni nekhuselekileyo. Lo mthetho uyala abaphathi ukuba babeke abameli bezokhuseleko kunye neekomiti zokhuseleko kwiindawo zokubenzela. Ukwalawula nezinto ezifana nezindlu zangasese, amagumbi okutshintshela, izixhobo zoncedo lokuqala, amanzi okusela, iindawo zokuhlambela, impahla yokhuseleko, oomatshini, ...  > 
Iinkonzo Zempilo Yasemsebenzini (IiNkonzo)
Xa kuthethwa ngempilo yasemsebenzini kuthethwa ngempilo nokhuseleko lwabasebenzi. Injongo yeenkonzo ezijongene nempilo yasemsebenzini kukuphakamisa umgangatho wezempilo, ukhuseleko nokwaneliseka kwiindawo ekusetyenzwa kuzo nokukhuthaza ubukho babasebenzi abampilo intle, abakhutheleyo nabavelisa kangangoko. Nangona kunjalo, zikho iindawo ekusetyenzwa kuzo ezingakhuselekanga nezichaphazela impilo yabasebenzi.  > 
Iphetshana Elinikezela Inkcazelo Ngempilo Yasemsebenzini (IiNkcukacha Zoluntu)
Ulwazi olufikeleleka lula kubasebenzi ngemakwenzeke xa kukho umonakalo nokwenzakala emsebenzini.  > 
Umthetho iBasic Conditions of Employment Act - Isishwankathelo Esingusaziwayo (IiNkcukacha Zoluntu)
Esi sisishwankathelo esingusaziwayo sawona macandelo abalulekileyo omthetho wepalamente yesizwe iBasic Conditions of Employment Act, ka-1997. Abasebenzi kufuneka babe nakho ukusifumana esi sishwankathelo kwiindawo abasebenza kuzo ngeelwimi ezisetyenziswa ngokusesikweni nezisetyenziswa kwezo ngingqi bahlala kuzo.  > 
Occupational Health and Safety Amendment Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 507 KB)
1993
Isebe Lezabasebenzi (The Government of South Africa)
The Act covers the health and safety of employees. It also covers the health and safety of people involved in the use of machinery. It also aims to protect ordinary people, other than employees, against health and safety hazards as a result of people at work.  > 
Asbestos Regulations (UMmiselo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 189 KB)
1 uJanuwari 2001
The Regulations make provision for controls on the exposure of workers to asbestos fibres, which can cause severe forms of lung cancer and ultimately death.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 17 uNovemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo