Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UGONYO
Ugonyo (IiNkonzo)
Ugonyo lukhusela abantu abadala nabantwana kwizifo ezinobungozi kodwa zinokuthintelwa. UMbutho weMpilo kaZwelonke uthi ugonyo luhlangula ubomi bezigidi ezithathu zabantu ngonyaka. Umntwana wakho angakhuseleka kwezi zigulo zilandelayo ukuba uthe wagonywa, Kufuneka agonywe nini umntwana wakho? ...  > 
Facts about Immunisation (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 42 KB)
This fact sheet provides basic details on immunisation including details on why it is so important and what diseases children are routinely vaccinated against.  > 
Ukwazisa Ngogonyo (IiNkcukacha Zoluntu)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 187 KB)
Incwadana equlathe ulwazi olumalunga nezinto eziluncedo ngogonyo kwaye ibandakanya ishedyuli yokugonya.  > 
Intradermal BCG Immunisation (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 278 KB)
Information for health workers about the use of intradermal BCG (Bacille Calmette-Guerin) vaccine against Tuberculosis in the Expanded Programme on Immunisation in South Africa.  > 
Imibuzo Neempendulo Ngokugonyelwa Imasisi & Nepoliyo (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli phetshana linikezela ngolwazi kubazali kwimiba yokugonyelwa imasisi nepoliyo. Lakhutshwa njengengxenye yePhulo Lokugonya elaliqhutywa ukusukela kwinyanga yeKhala ukuya kweyoMsintsi ku-2004.  > 
Measles - Fact Sheet (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 172 KB)
A concise document on everything you need to know about measles, how it can be prevented, treated and the Expanded Immunisation Programme goals and strategies in eliminating the disease.  > 
Preventing Polio (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This brochure explains why it is important for all children to receive polio vaccinations.  > 
No More Polio by 2005 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 52 KB)
This document provides basic information on Polio and also gives details on efforts to eradicate Polio by 2005.  > 
Polio - Fact Sheet (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 37 KB)
A fact sheet about polio and the role of government and communities in eradicating this infectious disease.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMeyi 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo