Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMFUNDO NOQEQESHO LWAMACANDELO
Indlela Yokuqala Inkqubo Yokuxhobisa Ngamava Okusebenza: Iskhokelo Sabaqeshi (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo)
Isebe Lemicimbi Yabasebenzi (Isebe Lezempilo, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)
uRhulumente uze nenkqubo entsha yoqeqesho ebizwa ngokuba kukuxhobisa ngezakhono zokusebenza. Abaqeshi badlala indima ebaluleke kakhulu ekuqinisekisweni kobukho bezi nkqubo zoqeqeasho. Eli phetshana linikezela ingcaciso ngeenzuzo neendleko zezi nkqubo zokuxhobisa uluntu ngezakhono zokusenza kubaqeshi.  > 
In Service Training: Engineering, Architecture and Related Fields (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This programme aims to provide opportunities to tertiary students to complete their in-service training with the provincial government.  > 
Uqeqesho: Kwezothutho neMisebenzi yoLuntu (IiNkonzo)
Abafundi bafumana amava oqeqesho ngeli xesha besafunda kwiSebe LeZothutho neMisebenzi yoLuntu, oko kusenziwa ngokwenkqubo yoqeqesho. Abaqeqeshwa aba baye bafakwe kwiinkalo ezithile zokuqeqeshwa befunda, baze bahlawulwe ngomsebenzi abawenzileyo.  > 
Icandelo Lemfundo Noqeqesho Kwakunye neRhafu Yophuhliso Lwezakhono (IiNkonzo)
Indlela Yophuhliso Lwezakhono ijolise ekuboneleleni ngesikhokelo sokuphuhlisa nokufezekisa izicwangciso-maqhinga zamacandelo nezeendawo zempangelo zokuphucula izakhono zabasebenzi.  > 
Baseline Study of the Activities of the SETAs in the Western Cape Province (Iingxelo noPhando) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 661 KB)
This report has two broad objectives. The first is linked to distributing and sharing information amongst a broad range of stakeholders about the activities of the Sector Education & Training Authorities (SETAs) in the province. The second is to avail this information so that it might translate into practical ways of planning, connecting and working together to achieve the skills development goals of the Skills Development and Levies Acts (1998 & 1999 respectively).  > 
Izifundo Nemisebenzi kwiCandelo Lezolimo (IiNkonzo)
ISebe Lezolimo linikezela ngengcaciso kwimisebenzi ngemisebenzi ekunokukhethwa kuyo kwiCandelo Lezolimo:iingcali kwezezitiya nemiyezo nokukhuliswa kwezityalo ngezichumisi emanzini okanye entlabathini nakuhlalutye, izazinzulu kwezokutya/iingcali zobugcisa, uphendlo lwezifo zezityalo, izazinzulu kwinkalo yonyango lwezilwanyana.  > 
Tourism, Hospitality and Sport Education and Training Authority Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This site contains information on skills planning and certified qualifications. It also contains information on the tourism learnership programme, useful links to other tourism organisations and detailed information on the following sub-sectors: tourism and travel services, hospitality, gambling and lotteries, conservation and guiding and sports, recreation and fitness.  > 
Skills Development Act, 97 of 1998 (as amended) (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 367 KB)
No. 97 of 1998
Isebe Lezabasebenzi (The Government of South Africa)
The Skills Development Act, 97 of 1998 as amended by the Skills Development Levies Act, 9 of 1999 and the Skills Developlment Amendement Act, 31 of 2003, provides a framework for strategies to develop and improve the skills of the South African workforce and to integrate those strategies into the National Qualifications Framework. It includes provisions for the financing of skills development by means of a skills levy and a National Skills Fund.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uOktobha 2007
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo