Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UKUFA
Ukubhalisa Ukusweleka (IiNkonzo)
Xa umntu esweleka, usapho kufuneka lukuxele oko kusweleka kuMphathi weofisi Yokuzalwa Nokusweleka. Kufuneka bakwenze oku emva nje kokuba usapho lufumene isiqinisekiso sokusweleka kugqirha.  > 
Ukufumana iPhetshana Elisisiqinisekiso Sokusweleka (IiNkonzo)
Xa ubhalisa ukusweleka neSebe Lemicimbi yeKhaya, uza kunikwa isiqinisekiso sokusweleka esifinyeziweyo.  > 
Ukwenza Isivumelwano seLifa (IiNkonzo)
Xa usweleka, izinto zakho zabelwa usapho lwakho okanye abantu ofuna bafumane ilifa lakho.  > 
Administration of Estates Act, 66 of 1965 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
No. 66 of 1965
Isebe Lezobulungisa Nophuhliso loMgaqo-siseko (The Government of South Africa)
This act aims to consolidate and amend the law relating to:the liquidation and distribution of the estates of deceased persons, the administration of the property of miners and persons under curatorship, and of derelict estatesregulate the rights of beneficiaries under mutual wills made by any two or more personsamend the Mental Disorders Act, 1916 and to provide for incidental matters.  > 
Administration of Estates Amendment Bill (IMithetho Esayilwayo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 200 KB)
10 uEpreli 2000
This bill aims to amend the Administration of Estates Act, 1965, so as to delete certain definitions, substitute other definitions and insert a new definition; and to substitute obsolete references. It also makes the Administration of Estates Act, 1965, applicable throughout the Republic, repeal corresponding laws in force in the areas of the former Republics of Transkei, Bophuthatswana, Vends and Ciskei. It amends the Insolvency Act, 1936, so as to alter certain amounts; to amend the Age of Majority Act, 1972, so as to delete an obsolete reference and to provide for matters connected therewith.  > 
Births and Deaths Registration Amendment Act, 67 of 1997 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
No. 67 of 1997
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act amends the Births and Deaths Registration Act, 1992, so as to further regulate changing the particulars on documents held by the Department of Home Affairs. It also provides for the assumption of another surname.  > 
City of Cape Town Cemeteries, Funeral Parlours and Crematoria (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The City of Cape Town municipality regulates the cemeteries, funeral parlours and crematoria in the area.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uJulayi 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo