Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
IMIBA YOMTHETHO
Ukufumana Uncedo Lwezomthetho (IiNkonzo)
Ukuba awunako ukuhlawula igqwetha, ungafumana uncedo lwezomthetho (uncedo ngezemali kwimirhumo yamagqwetha). Kuya kufuneka uphumelele uvavanyo olubizwa ngokuba yi-'means test', oko kukuthi, kufuneka ubonise ukuba urhola imali ngenyanga engaphantsi kwexabiso elimiswe yiBhodi yoNcedo lwaseMthethweni. Eli xabiso liyatshintsha xa ungatshatanga okanye utshatile kwaye likwatshintsha ngokuhamba kwamaxesha. Kufuneka ...  > 
Iinkundla zoMzantsi Afrika (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba usabhidekile ngumcimbi weenkundla zoMzantsi Afrika? Olu xwebhu ke lucacisa ubume beenkundla zoMzantsi Afrika, yaye luneenkcukacha zoqhagamshelwano zeenkundla ndawonye namakhonkco akuqhagamshela kwizigqibo zazo ezifumaneka kwi-internet.  > 
INkundla kaMantyi (IBakala Lezxhobo)
INkundla Yamabango Amancinci (IBakala Lezxhobo)
INkundla Yamatyala Esondo (IBakala Lezxhobo)
Iinkundla Zasekuhlaleni (IBakala Lezxhobo)
Iinkundla Zoomaspala (IBakala Lezxhobo)
Ii-Ofisi Zoncedo lwezoMthetho (IBakala Lezxhobo)
What to Expect if You are a Witness in a Trial (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
IiNkundla Zamabango Amancinci (IiNkonzo)
IiNkundla Zamabango Amancinci zisebenza ngemiba yoluntu apho ibango lingaphantsi kwama-R7000. Zikholo ukwenza ukuba inkqubo yeenkundla ikhawuleze.  > 
Western Cape and National Legislation (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
A list of Western Cape and National legislation on Cape Gateway, ordered by year. A full list of National legislation is available at www.gov.za.  > 
Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yeengozi Zendlela (IiNkonzo)
Yintoni iNgxowa-mali Yeengozi Zendlela? Ngubani onokufaka ibango kule ngxowa-mali? Ungayifumanela ukwenza ntoni imali? Yintoni ukungakhathali? Libango lemali engakanani onokulifaka? Ibango liphunyezwa emva kwexesha elingakanani? Ulifaka njani ibango kule Ngxowa-mali? Lifakwa phi ibango? ...  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uJuni 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo