Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
EZOHAMBO
Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni (IiNkonzo)
Iindwendwe ezisafuna ukuhlala ixeshana kulo naliphi na elinye lamaziko olondolozo lwendalo eNtshona Kapa kudingeka ukuba zifake izicelo zoko kwangethuba. Amaziko kwakunye neendleko zahluka ngokweendawo abantu abakuzo.  > 
Passports (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 260 KB)
Ukufaka isicelo seNcwadana Yokundwendwela (IiNkonzo)
Ukuba ungummi woMzantsi Afrika yaye uhambela elinye ilizwe, kuza kufuneka ube nencwadana yokundwendwela yaseMzantsi Afrika.  > 
Ukufaka Isicelo Sephepha-mvume Lokundwendwela uMzantsi Afrika (IiNkonzo)
Abantu abaninzi abangengobemi boMzantsi Afrika abanqwenela ukundwendwela uMzantsi Afrika kufuneka babe nephepha-mvume lokundwendwela lexeshana elisebenzayo. Eli phepha-mvume lixela iinjongo kwanexesha eliza kuthatyathwa lolu ndwendwe.Imiqathango yokungena uMzantsi Afrika, Ngubani ekufuneka efake isicelo sephetshana londwendwela okwexeshana? Ungasifaka phi isicelo sephetshana lokundwendwela okwexeshana? Ukugaleleka eMzantsi Afrika, ...  > 
Iziqinisekiso Zokugonylelwa iCesina eMthubi (IiNkonzo)
Ukuzama ukunqanda ukusasazeka kwecesina emthubi, abahambi abanqumla imida yamazwe apho icesina emthubi igqugqisa khona kufuneka besigonyelwe esi sifo. Siyintoni iSiqinisekiso seCesina eMthubi? Ingaba ukhona umntu ongenakuba nayo uCesina eMthubi, wenzeka ntoni xa ungenaso esi siqinisekiso? Iingingqi zeCesina eMthubiSIYINTONI ISIQINISEKISO SOKUGONYELWA ICESINA ...  > 
Izibonelelo Zotshintsho Lwemali Yamazwe Ngamazwe (IiNkonzo)
Yintoni izibonelelo zokutshintshwa kwemali yamazwe ngamazwe, Zingakanani izibonelelo zokutshintshwa kwemali yamazwe ngamazwe? Ungongeza esinye isibonelelo? ...  > 
SA Civil Aviation Authority Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This website contains information on the CAA, which is charged with regulating, controlling and promoting aviation safety and security. It contains downloadable forms and applications, fee information, procedure manuals, legislation and regulations, statistics, licensing and examination information, aviation security information, accident and incident reports, airports information, information on aviation medicine, airworthiness information and directives, flight operations guidelines, AICs and the aircraft register.  > 
Airports Company South Africa (ACSA) Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This website contains information on all the public airports in South Africa. It includes up to the minute information on arrivals and departures and flight schedules.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 6 uNovemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo