Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UMTSHATO/UKWAPHULWA KOMTSHATO
What is Abuse? (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
Khangela Ubume Bakho Bomtshato (IiNkonzo)
ISebe Lemicimbi Yekhaya laphehlelela ngokusesikweni inkonzo yekhompyutha yokuqinisekiswa kobume bomtshato njengengxenyeyePhulo Lokuqinisekisa Ubume Bakho Bomtshato elaphehlelelwa ngokusesikweni ekuqaleni kwenyanga yeThupha.Le nkonzo ivulelwe ukunceda ekuthinteleni nasekuvezeni iimeko apho abemi boMzantsi Afrika batshatiswa bengazi kubemi bamanye amazwe. Amaqabane la asuka kumanye amazwe asebenzisa umtshato ...  > 
Ukufaka Isicelo Sesiqinisekiso Somtshato (IiNkonzo)
Xa utshata, unikwa isiqinisekiso somtshato esingahlawulelwayo. Ukuba ufuna ukufumana esinye isiqinisekiso somtshato ngosuku olusezayo, kufuneka:Kufuneka ugcwalise iphetshana lesicelo u-BI-13, Ulifake kwi-ofisi ekufutshane nawe yeSebe Lemicimbi yeKhaya, Unikezele intlawulo.  > 
Ukufumana Imvume Yokuba Utshate Xa Ungaphantsi Kobudala Obuvumelekileyo (IiNkonzo)
Amakhwenkwe angaphantsi kwe-18 leminyaka ubudala kunye namantombazana angaphantsi kwe-15 ubudala abanakutshata ngaphandle kwemvume yabucala yaye nabani na ongaphantsi kwama-21eminyaka ubudala unokufumana imvume yabazali bakhe phambi kokuba abe uyatshata.  > 
Recognition of Customary Marriages Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
No. 120 of 1998
Isebe Lemicimbi Yekhaya (The Government of South Africa)
This Act provides for the recognition of customary marriages, specifies the requirements for a valid customary marriage and regulates the registration of customary marriages. It sets out some of the consequences of such a marriage including the proprietary consequences and that spouses in a customary marriage have equal status and capacity. It also regulates the dissolution of customary marriages.  > 
Ukuqhawula Umtshato (IiNkonzo)
Izibini ezitshatileyo zingawuphelisa umtshato ngokuthi ziwuqhawule. Oku kuphelisa umtshato yaye abantu abaqhawule banokutshata kwakhona ngokusemthethweni.  > 
SALC Report on Project 109: Review of the Marriage Act 25 of 1961 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: pdf)
This report highlights the issues around the 1961 Act that need to be considered. It then reviews the discussion and comments contained in and following the Discussion Paper before making a revised recommendation. A draft Bill encompassing these suggestions is appended to the report.  > 
SALC Discussion Paper 104: Domestic Partnerships (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This discussion paper considers possible approaches to legally recognising same-sex domestic partnerships and opposite-sex domestic partnerships where the couple has decided not to marry.  > 
SALC Report on Project 59: Islamic Marriages and Related Matters (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
(Uhlobo loxwebhu: doc)
This report considers the proposals made in the Discussion Paper and the public's responses to these. It includes a Draft Bill that encompasses the revised recommendations.  > 
SALC Discussion Paper 74: Customary Law Marriage (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
This discussion paper considers recommendations for changes to the laws around customary marriages in order to extend the recognition and protections that are enjoyed by civil marriages.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uAgasti 2008
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo