Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
UMHLAZA
Implementing Cervical Screening in South Africa (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Cervical Health Implementation Project is a collaborative project of the Women's Health Research Unit (WHRU) of the University of Cape Town, the Women's Health Project of the University of the Witwatersrand and EngenderHealth, USA with support from the South African National Department of Health.  > 
Uvavanyo Lomhlaza Webele (IiNkonzo)
Abantu basetyhini bayaboniswa ukuba bangawavavanya njani na amabele abo ukuze bafumanise amaqhuba anokuba ngunobangela womhlaza. Ukuba kuthe kwafumaniseka iqhuma, uya kuthunyelwa kuphando oluthe xhaxhe, oluya kuhlanganisa imammogram, ukususwa nokuxilongwa kweqhuma elo ukufumanisa ukuba alinabungozi na (alinamhlaza) okanye linobungozi (linomhlaza) na, ze ke umntu lowo aqeqeshelwe ...  > 
Iphetshana Elinikezela Iinkcukacha Ngomhlaza Webele (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli ke liphetshana elinye elinikezela ngeenkcukacha-manani kwanokugqugqisa komhlaza webele kwakunye nemiba ebeka umntu esichengeni sokuhlaselwa lolu hlobo lomhlaza.  > 
Ukuzivavanya Amabele (IiNkcukacha Zoluntu)
Le ncwadana iqulethe izizathu zokuzivavanya amabele rhoqo.  > 
Khusela Impilo Yakho: iPap Smear (IiNkcukacha Zoluntu)
Apha ke sichazela amanina abudala buyiminyaka engaphezu kwamashumi amathathu ngokuba ziintoni na ezi pap smear, nokuba kufuneka zenziwe nini futhi zisenzelwa ntoni na.  > 
Uvavanyo Lomhlaza Wesizalo (IiNkonzo)
Umhlaza womlomo wesizalo nowamabele zezona ntlobo zimbini ziqhelekileyo zomhlaza ezifumaneka kubafazi boMzantsi Afrika yaye bonkÆomama basemngciphekweni wokuhlunyelwa zezi ntlobo zomhlaza.  > 
Iphetshana Lenkcazelo Ngomhlaza Wesibeleko Kubasebenzi Becandelo Lezempilo (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli ke liphetshana Elinikezela Ingcaciso Ngomhlaza Wesibeleko Kubasebenzi Bononophelo Lwempilo.  > 
Umhlaza Wamatyhalarha (IiNkcukacha Zoluntu)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uFebruwari 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo