| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
INKCAZELO: |
Zonke iintshukumo zokwaphulwa kwemithetho tezendlela ezenzeke eGrabouw, eCaledon/eMiddleton, eBotrivier, eRiviersonderend, eVilliersdorp, eGreyton naseGenadenda ziphantsi kweliso leSebe Lezendlela laseTheewaterskloof. Eli Sebe likwalawula izoholwayo zeziphoso zendlela ezenzeke kuhola u-N2 okwiindawo ezithile zale ngingqi.Iintshukumo zokwaphulwa kwemithetho yezendlela ezenzeke kwezinye iingingqi ziphantsi kweliso laloo maspala zenzeke kumhlaba wakhe. |
IMIYALELO: |
NDINGAFUMANISA PHI UKUBA NDINAMATIKITI EZIPHOSO ZENDLELA ENDINGEKAWAHLAWULI? Unganakho:
NDINGAYIJONGA NDIYIQINISEKISE PHI IMIFANEKISO ETHATYATHWE ZIIKHAMERA ZESANTYA? Imifanekiso ethatyathwe ziikhamera zesantya zikho kuzo zonke izaziso zokuqala nezesibini iSebe Lezendlela laseTheewaterskloof elizithumelayo. Nceda uqwalaselisise ukuba sisithuthi sakho ngeokwenene na esikuloo mfanekiso. Usenakho kanti ukujonga umfanekiso othatyathwe yikhamera yesantya kwiSebe Lezendlela laseTheewaterskloof elilkwiSitalato iRyke, eGrabouw, okanye ke ezi zilandelayo (021) 859 1555 (ext 11, 18 okanye 23) ukuze ube nokufaka isicelo sokuthunyelwa umfanekiso lowo. NDINGASIHLAWULA NJANI ISOHLWAYO SAM SESIPHOSO SENDLELA? Ukuba uthi uhlawule ngaphambi kosuku olukhankanyiweyo, ungasihlawula isohlwayo sakho sesiphoso sendlela ngetsheki, okanye ngamaphetshana eentlawyulo aseposini kwidilesi ekhankanywe kwitikiti elo lakho.
Nceda uqwalasele ke ukuba izohlwayo zeziphoso zendlela zaseTheeeewaterskloof AZINAKHO TU ukuhlawulwa koomatshini bebhanki iFNB, nge-EasyPay, kwizikhululo zamapolisa okanye ezinkundleni. INGABA NDINGASIHLAWULA ISOHLWAYO SESIPHOSO SAM SENDLELA NGE-INTERNET NAKOOMATSHINI BEEBHANKI? Ewe. Usenakho kanti nokusihlawula esi sohlwayo sakho ngomatshini webhanki kule akhawunti: Umnini-akhawunti: uMaspala waseTheewaterskloof |
IFUMANEKA KWI: |
La mabakala amaziko: |
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
UMaspala Wengingqi yaseTheewaterskloof |