| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Iinkcukacha Malunga neeMetered Taxis Kunye Nezithuthi Zokhenketho
INKCAZELO: |
Izithuthi ezihambisa abantu eziziintlobo ngeentlobo zikho kwaye zibalungele abakhenkethi abatyelela iNtshona Koloni. Ezi zithuthi zibandakanya iibhasi, ishuttles, iimetered taxis kunye neenkonzo zothutho zekontrakthi. |
IMIYALELO: |
Ukufumana ezinye iinkcukacha qhagamshelana neBhodi yezoKhenketho yeNtshona Koloni Private Bag X9108, Cape Town, 8000, South Africa |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
IBhodi yezoTyelelo yeNtshona Koloni |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uFebruwari 2004