| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Iinkonzo Zenkxaso Kwimfundo Yabantu Abanezidingo Ezizodwa
INKCAZELO: |
Icandelo Lolawulo lweSebe Lezemfundo leNtshona Koloni linikezela ngothotho lweenkonzo kubafundi abakufumana kunzima ukufunda. Ezi nkonzo ziquka:
|
IMIYALELO: |
Ukuze ufumane ezinye iinkcukacha, qhagamshelana neZiko Lolawulo Nophuhliso Lwemfundo elikufutshane nawe, okanye ke:noGqirha Matthi Theron kule Nombolo Yomnxeba: 021 467 2027/8 Eyefeksi: 021 425 7465 mtheron@pgwc.gov.za |
IFUMANEKA KWI: |
La mabakala amaziko: |
IBONELELWA LISEBE:
|
ICANDELO LIKARHULUMENTE:
|
Iinkonzo Zenkxaso Kwimfundo Eyodwa (iSebe Lemfundo leNtshona Kapa, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa) |
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uJulayi 2006