| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
Ngayo nayiphi na imiba enento yokwenza neCape Gateway kuphela (umzekelo, iziqulatho okanye inguqulelo) thumela i-email kule dilesi:
Usenakho kanti nokufikelela kwiCape Gateway ngokuthi:
- utsale umnxeba kwinombolo ethi 0860 142 142 (kwiintsuku zeveki 8:00 - 18:00; uhlawula imali ngokunga useKapa nokuba uphi na apha eMzantsi Afrika)
- ndwendwela iziko lethu labatyeleli, kwa-142 kwiSitalato iLong, eKapa (kwiintsuku zeveki 8:00 - 16:00; apho unokuthetha khona nomntu ubuso ngobuso)
Nceda ugqithisele nayiphi na imiba engasombululekanga kwigosa loqhagamshelwano leCape Gateway kule dilesi Ndumie Zathu
AMAQUMRHU ASEBURHULUMENTENI
Iinkcukacha zoqhagamshelwano zamaqumrhu aseburhulumenteni (umzekelo, amasebe) zinikezelwa kwisikhundla 'URhulumente Wakho'. Khawuphendla-phendle iqumrhu laseburhulumenteni onomdla kulo, okanye usebenzise isixhobo sokukhangela, umzekelo, khangela: "iinkcukacha zoqhagamshelwano zeSebe Lezempilo".
Abatyeleli abangafikeleliyo kwi-email bangaqhagamshelana neCape Gateway ngokuthi bagcwalise eli phetshana lesicelo lingezantsi apha:
* icandelo elifunwayo