Cape Gateway - easy access to government information and services  
Uphendla-phendla iCape Gateway ngesiXhosa
See in English. Sien in Afrikaans.
I-Cape Gateway kukuphela kwendawo onokufumana kuyo ulwazi ngorhulumente neenkonzo zabemi baseNtshona Koloni .
Usenakho ukuzifumana iimpendulo kwiCape Gateway:
> ngokutsala umnxeba 0860 142 142 (ngeentsuku zeveki 8:00 - 18:00)
> usindwendwele kwa-142 Long St, Cape Town (ngeeentsuku zeveki 10:00 - 16:00)
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
Healthy mother and child

Mininzi imiba yempilo echaphazela abantu basetyhini kuphela. Khawufumanise ke ngeenkonzo ezifumaneka kumaziko karhulumente ononophelo lwempilo, eziquka:

  >  Ukuvavanya Ukukhulelwa
  >  Iinkonzo Zokubeleka
  >  Ukukhangelwa Umhlaza Wesibeleko, kunye
  >  Nononophelo Lwempilo Yokuyeka Ukuba Sexesheni ngenxa Yobudala. > 


Want to work for government? People with disabilities are invited to apply for these dynamic jobs in the Provincial Government. Go to the newspaper ad or job bulletin or get the information in Braille from nomajeke@pgwc.gov.za. Closing date: 31 July 2008. > 
blankets
Get in touch with organisations providing support for people displaced by violence in the Western Cape. > 

Isifo sephepha yingxaki enkulu apha kwiNtshona Kapa! Khawufumanise banzi ke ngesi sifo nokuba singanyangeka njani na. > 
green telephone
Ukuba udinga ulwazi lokufaka isicelo senkxaso-mali esuka kurhulumente, iintsuku zokuphuma kweentlawulo okanye ke ukuba unemibuzo ngenkam-nkam yakho, ungatsalela le nombolo yoncedo 0800 601 011. > 
(Uhlobo loxwebhu: pdf; ubukhulu: 81 KB)

Khawufumane ulwazi olunokunceda amaxhoba odlwengulo, abantu abathe bafumana ukuphathwa gadalala ngokwesondo nasekhayeni, kuquka neenkcukacha ngeendlela zokunikezela ingxelo ngeentshukumo ezikumila kunje nokuba ungayifumana phi na inkxaso. > 
adult learner
Ulwazi nemfundo engundoqo lilungelo lakhe wonke ummi waseMzantsi Afrika. Fumana ke ulwazi ngabafundi abasele bekhulile nokuba ngawaphi na amathuba emfundo avulelekileyo kubo nokuba bangafikelela njani na kwimfundo noqeqesho olungudoqo. > 

iDial-a-Ride le yinkonzo yothutho eyenzelwe abantu ekungelula kubo ukusebenzisa ezinye iintlobo zothutho loluntu. Khawufumanse ke ukuba isebenza njani na le nkonzo nokuba yintoni na ekufuneka uyenzile ukuze ube nokuzibhalisa. > 

YINTONI ENTSHA

  1. Disaster Management Emergency Numbers (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
  2. Cape High Court Roll Archive: May 2008 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
  3. Cape High Court Roll Archive: February 2008 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
  4. Cape High Court Roll Archive: January 2008 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
  5. Cape High Court Roll Archive: April 2008 (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)

ISIQULATHO ESIPHAMBILI

Isiqulatho esiphambili seCape Gateway - zizonke izihlandlo zokucofa ozenzileyo:
  1. Inkxaso kwanoNcedo lweZikolo: amaziko ekuthiwa yi: Education Management and Development Centres (EMDCs) (IiNkonzo)
  2. Uvavanyo Lokukhulelwa (IiNkonzo)
  3. uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa (iCandelo Likarhulumente)
  4. Isebe Lezempilo (iCandelo Likarhulumente)
  5. Iinkonzo Zokubeleka (IiNkonzo)
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJuni 2008
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo